22 Ngoko kwakholeka kubapostile namadoda amakhulu ndawonye nebandla liphela ukuthumela amadoda anyuliweyo phakathi kwabo ukuya kwa-Antiyokwe kunye noPawulos noBharnabhas, angala, uYudas owayebizwa ngokuba nguBharsabhas+ noSilas, amadoda akhokelayo phakathi kwabazalwana;