IZenzo 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa xa amaYuda avela eTesalonika aqondayo ukuba ilizwi likaThixo lalivakaliswa nguPawulos naseBhereya, eza nalapho ukuze azivuselele+ aze aziphazamise+ iindimbane.
13 Kodwa xa amaYuda avela eTesalonika aqondayo ukuba ilizwi likaThixo lalivakaliswa nguPawulos naseBhereya, eza nalapho ukuze azivuselele+ aze aziphazamise+ iindimbane.