IZenzo 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa njengoko ndandingenakubona nantoni na ngenxa yobuqaqawuli boko kukhanya, ndafika eDamasko, ndirholwa ngesandla ngabo babekunye nam.+
11 Kodwa njengoko ndandingenakubona nantoni na ngenxa yobuqaqawuli boko kukhanya, ndafika eDamasko, ndirholwa ngesandla ngabo babekunye nam.+