IZenzo 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa xa bamolulayo ukuze bamtywatyushe, uPawulos wathi kwigosa lomkhosi elalimi apho: “Kusemthethweni na ngani ukutyakatya umntu ongumRoma+ nongagwetyelwanga sohlwayo?” IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:25 IMboniselo,3/1/2015, iphe. 12 12/15/2001, iphe. 22
25 Kodwa xa bamolulayo ukuze bamtywatyushe, uPawulos wathi kwigosa lomkhosi elalimi apho: “Kusemthethweni na ngani ukutyakatya umntu ongumRoma+ nongagwetyelwanga sohlwayo?”