-
IZenzo 23:18INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
18 Ngoko yena wamthabatha waza wamsa kumphathi-mkhosi waza wathi: “Ibanjwa uPawulos lindibizele kulo laza landicela ukuba ndizise lo mfana kuwe, njengoko kukho okuthile afuna ukukuxelela kona.”
-