Roma 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko, ke, ngoxa indoda yakhe isaphila, uya kubizwa ngokuthi ngumkrexezikazi ukuba uba ngowenye indoda.+ Kodwa ukuba ithe yafa indoda yakhe, ukhululekile emthethweni wayo, khon’ ukuze angabi ngumkrexezikazi ukuba uba ngowenye indoda.+
3 Ngoko, ke, ngoxa indoda yakhe isaphila, uya kubizwa ngokuthi ngumkrexezikazi ukuba uba ngowenye indoda.+ Kodwa ukuba ithe yafa indoda yakhe, ukhululekile emthethweni wayo, khon’ ukuze angabi ngumkrexezikazi ukuba uba ngowenye indoda.+