Roma 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sithini na ke ngoko? Ngaba uMthetho usisono?+ Nakanye! Ngokwenene ngendingasazanga isono+ ukuba bekungengaMthetho; ngokomzekelo, ngendingayazanga inkanuko+ ukuba uMthetho ubungatshongo ukuthi: “Uze ungakhanuki.”+
7 Sithini na ke ngoko? Ngaba uMthetho usisono?+ Nakanye! Ngokwenene ngendingasazanga isono+ ukuba bekungengaMthetho; ngokomzekelo, ngendingayazanga inkanuko+ ukuba uMthetho ubungatshongo ukuthi: “Uze ungakhanuki.”+