2 Korinte 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+
10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+