14 Khangelani! Esi sisihlandlo sesithathu+ ndilungele ukuza kuni, yaye andizi kuba luxanduva. Kuba ndifuna, kungekhona izinto zenu,+ kodwa nina; kuba asingobantwana+ abafanele ukuqwebela abazali babo, kodwa ngabazali abafanele baqwebele abantwana babo.+