2 Korinte 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku siyathandaza+ kuThixo ukuba ningenzi nto imbi, kungekuko ukuze sibonakale sikholekile thina, kodwa ukuze nina nenze oko kuhle, nakuba thina sisenokubonakala singabangakholekanga.
7 Ke kaloku siyathandaza+ kuThixo ukuba ningenzi nto imbi, kungekuko ukuze sibonakale sikholekile thina, kodwa ukuze nina nenze oko kuhle, nakuba thina sisenokubonakala singabangakholekanga.