13 Eneneni, kungenxa yoko le nto singayeki ukumbulela uThixo,+ kuba xa nalamkelayo ilizwi likaThixo,+ enaliva kuthi, nalamkela, kungekhona njengelizwi labantu,+ kodwa, kanye njengokuba kunjalo enyanisweni, njengelizwi likaThixo, elisebenzayo kuni makholwa.+