1 Timoti 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Njengoko ndakukhuthazayo ekumkeni kwam ndisiya eMakedoni+ ukuba uhlale e-Efese, ndisakukhuthaza nangoku, ukuze uyalele+ abathile abalapho ukuba bayeke ukufundisa imfundiso eyahlukileyo,+ 1 Timoti ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:3 “Sonke ISibhalo”, iphe. 237-238
3 Njengoko ndakukhuthazayo ekumkeni kwam ndisiya eMakedoni+ ukuba uhlale e-Efese, ndisakukhuthaza nangoku, ukuze uyalele+ abathile abalapho ukuba bayeke ukufundisa imfundiso eyahlukileyo,+