Hebhere 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo ke noKristu akazange azizukise+ ngokwakhe ngokuba ngumbingeleli omkhulu,+ kodwa wazukiswa+ ngulowo wathetha ngokubhekisele kuye wathi: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.”+
5 Ngokunjalo ke noKristu akazange azizukise+ ngokwakhe ngokuba ngumbingeleli omkhulu,+ kodwa wazukiswa+ ngulowo wathetha ngokubhekisele kuye wathi: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.”+