5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+