1 Petros 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa, emva kokuba nibandezeleke okwethutyana,+ uTHIXO wabo bonke ububele obungasifanelanga, owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene+ noKristu, uya kulugqiba ngokwakhe uqeqesho lwenu, uya kuniqinisa,+ uya kunomeleza.+ 1 Petros ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:10 IMboniselo,8/1/2012, iphe. 30 10/1/2002, iphe. 28-30
10 Kodwa, emva kokuba nibandezeleke okwethutyana,+ uTHIXO wabo bonke ububele obungasifanelanga, owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene+ noKristu, uya kulugqiba ngokwakhe uqeqesho lwenu, uya kuniqinisa,+ uya kunomeleza.+