ISityhilelo 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye izidumbu zawo ziya kuqungquluza endleleni ephangaleleyo yesixeko esikhulu eso ngengqiqo yokomoya sibizwa ngokuba yiSodom+ neYiputa, apho neNkosi yawo yabethelelwa khona.+
8 Kwaye izidumbu zawo ziya kuqungquluza endleleni ephangaleleyo yesixeko esikhulu eso ngengqiqo yokomoya sibizwa ngokuba yiSodom+ neYiputa, apho neNkosi yawo yabethelelwa khona.+