ISityhilelo 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+
14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+