ISityhilelo 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kungenxa yoko le nto ziya kuza ngamini-nye izibetho+ zayo, ukufa nokuzila nendlala, yaye iya kutshiswa ngokupheleleyo ngomlilo,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo, oyigwebileyo, womelele.+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:8 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 119
8 Kungenxa yoko le nto ziya kuza ngamini-nye izibetho+ zayo, ukufa nokuzila nendlala, yaye iya kutshiswa ngokupheleleyo ngomlilo,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo, oyigwebileyo, womelele.+