Footnote
c Phawula ukuba uEliya wathi: “Ningafaki mlilo” kwisibingelelo. Abanye abahlalutyi bathi abakhonzi bezithixo abathile babesebenzisa izibingelelo ezinemingxuma engabonakaliyo ukuze babase umlilo kucingwe ukuba ngumlilo owenzeke ngokungummangaliso.