Footnote
b ULameki wamthiya igama elithi Nowa unyana wakhe—elithetha “Ukuphumla” okanye “Intuthuzelo”—yaye wayeprofetile esithi uNowa uza kulandela igama lakhe ngokukhokela abantu ukuze baphumle ekusebenzeni nzima kumhlaba oqalekisiweyo. (Gen. 5:28, 29) ULameki wafa ngaphambi kokuba eso siprofeto sizaliseke. Unina, abantakwabo noodadewabo kusenokwenzeka ukuba bafa ngoNogumbe.