Footnote
b Kakade ke, oku kwakuchasene nomthetho. Enye incwadi ithi: “Ngokomthetho owawuphathelele ubuqhetseba, iLex Repetundarum, nabani na owayekwisikhundla sokulawula wayengavumelekanga ukuba acele okanye amkele isinyobo enoba kungenjongo yokubamba okanye ukukhulula umntu, ukuwisa isigwebo okanye ukukhulula ibanjwa.”