Footnote
b INGCACISO YOMFANEKISO: Lo dade waqala ukuthandaza esengumntwana. Wayefundiswe ngabazali bakhe. Akukhula waba nguvulindlela, wayemcela qho uYehova ukuba amncede. Watshata, umyeni wakhe wagula, wayemcela uYehova amphe amandla okunyamezela ukugulelwa ngumyeni. Ngoku ngumhlolokazi, akakayeki ukuthandaza kuba uqinisekile ukuba uTata wakhe osezulwini, obehlala eyiphendula imithandazo yakhe, uza kuyiphendula nangoku.