UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOBHI 28-32
UYobhi Wayengumzekelo Wokunyaniseka
UYobhi wayezimisele ukuthobela imilinganiselo kaYehova yokuziphatha
Wawalawula amehlo akhe ibe uthando walubonisa kwinkosikazi yakhe kuphela
UYobhi wayengumzekelo omhle kwindlela awayebaphatha ngayo abanye
Wayethobekile, ebaphatha ngokusesikweni abanye yaye enovelwano. Wayebaphatha kakuhle bonke abantu enoba injani imeko yabo yentlalo okanye eyezoqoqosho
UYobhi wayenesandla esivulekileyo, ekulungele ukunceda abanye
Wayebanceda abadinga uncedo