-
Wayengubani UPontiyo Pilato?IMboniselo—2005 | Septemba 15
-
-
Mhlawumbi uPilato wayefuna ukwenza oko kulungileyo, kodwa wayexhalabele nesikhundla sakhe, ngenxa yoko wazithandisa kweso sihlwele. Ekugqibeleni, wakhokelisa phambili umsebenzi wakhe kunokuba abambelele kokusesikweni. Wacela amanzi, waze wahlamba izandla zakhe esithi akanatyala.a Nangona wayeqonda ukuba uYesu akanatyala, uPilato wayalela ukuba abethwe evumela amajoni ukuba adlale nganye, ambethe aze amtshicele.—Mateyu 27:24-31.
-
-
Wayengubani UPontiyo Pilato?IMboniselo—2005 | Septemba 15
-
-
a Ukuhlamb’ izandla yayingeyondlela yamaRoma kodwa iyindlela yamaYuda yokubonisa ukuba umntu akananxaxheba ekuphalazweni kwegazi.—Duteronomi 21:6, 7.
-