-
“Ndithunywe Oko”‘Yiba Ngumlandeli Wam’
-
-
5. Nguwuphi owona msebenzi wawubalulekile kuYesu, ibe yintoni esiza kuyihlolisisa kwesi sahluko?
5 Ngesinye isihlandlo uYesu wathi: “Ndimele ndizivakalise iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo . . . , ngenxa yokuba ndithunywe oko.” (Luka 4:43) Ewe, uYesu wayethunyelwe ukuba ashumayele yaye afundise iindaba ezilungileyo zoBukumkani bukaThixo.b Abalandeli bakaYesu namhlanje banomsebenzi ofanayo. Ngoko kubalulekile ukuba sihlolisise isizathu sokuba uYesu ashumayele, oko wakushumayelayo, nesimo sakhe sengqondo ngalo msebenzi.
-
-
“Ndithunywe Oko”‘Yiba Ngumlandeli Wam’
-
-
b Ukushumayela kuthetha ukuvakalisa okanye ukudlulisela isigidimi. Ukufundisa kunentsingiselo efanayo, kodwa kubandakanya ukudlulisela isigidimi ngokunzulu nangokweenkcukacha ezingakumbi. Imfundiso esemgangathweni iquka ukufuna iindlela zokufikelela intliziyo ukuze uphembelele abafundi ukuba benze oko bakuvayo.
-