INGOMA 127
Uhlobo Lomntu Endifanele Ndibe Lulo
Printed Edition
1. Ndingakubulela ngokwenza ntoni
Thixo wam Yehova, ngesipho sobomi?
Nceda uhlole ukuba ndinjani na,
Ndifuna ukuba ngumntu omthandayo.
(BRIDGE)
Ndiyakuthembisa, ndakukukhonza
Ngokuzimisela, ubomi bam bonke.
Ngoko Thixo wethu, nceda ube nam,
Kwanga ndingakuvuyisa Thixo.
Nceda undihlole, ndigocagoce
Thixo oluthando, ukuze ndisinde.
Ufuna umntu onyanisekileyo.
Kwanga ndingakwenza ube nemincili
(Funda nezi: INdu. 18:25; 116:12; IMize. 11:20.)