B14-B
Iindlela Zokumeta Nemali
Imali Neendlela Zokumeta Ubunzima KwiZibhalo ZesiHebhere
Igera (1 ⁄ 20 yeshekele) 0,57 g iigera eziyi-10 = ibekah eyi-1 |
Ibekah 5,7 g iibekah eziyi-2 = ishekele eyi-1 |
Ipim 7,8 g ipim eyi-1 = 2 ⁄ 3 yeshekele |
Ishekele 11,4 g iishekele eziyi-50 = imina eyi-1 |
Imina 570 g iimina eziyi-60 = italente eyi-1 |
Italente 34,2 kg |
Idarike (YeyasePersi, yenziwe ngegolide) 8,4 g |
Imali Neendlela Zokumeta Ubunzima KwiZibhalo ZamaKristu ZesiGrike
Ilepton (YeyakwaYuda, yenziwe ngekopolo) iyi-1⁄2 yequadrans |
Iquadrans (YeyaseRoma, yenziwe ngekopolo) iziilepton eziyi-2 |
Iassarion (YeyaseRoma namaphondo ayo, yenziwe ngekopolo) iziiquadrantes eziyi-4 |
Idenariyo (YeyaseRoma, yenziwe ngesilivere) iziiquadrantes eziyi-64 3,85 g = Umvuzo Wosuku Oluyi-1 (iiyure eziyi-12) |
Idrarhma (YeyaseGrisi, yenziwe ngesilivere) 3,4 g = Umvuzo Wosuku Oluyi-1 (iiyure eziyi-12) |
Ididrarhma (YeyaseGrisi, yenziwe ngesilivere) iziidrarhma eziyi-2 6,8 g = Umvuzo Weentsuku Eziyi-2 |
Itetradrarhma (YeyaseGrisi, yenziwe ngesilivere) iziidrarhma eziyi-4 13,6 g = Umvuzo Weentsuku Eziyi-4 |
Imina iziidrarhma eziyi-100 340 g = umvuzo weentsuku ezimalunga ne-100 |
Italente iziimina eziyi-60 20,4 kg = umvuzo weminyaka emalunga ne-20 |
Ibhotile yaseRoma 327 g
|