Genesis 48:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva koko uSirayeli wathi kuYosefu: “Khangela, sele ndiza kufa,+ kodwa ngokuqinisekileyo uThixo uya kuqhubeka enani aze anibuyisele ezweni lookhokho benu.+ IMizekeliso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Musa ukuqhayisa ngemini elandelayo,+ kuba akukwazi okuya kuzalwa yiloo mini.+ INtshumayeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba umntu+ akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha ombi,+ neentaka ezibanjiswa ngesibatha,+ banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele,+ xa libawela ngequbuliso.+ Yakobi 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+
21 Emva koko uSirayeli wathi kuYosefu: “Khangela, sele ndiza kufa,+ kodwa ngokuqinisekileyo uThixo uya kuqhubeka enani aze anibuyisele ezweni lookhokho benu.+
12 Kuba umntu+ akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha ombi,+ neentaka ezibanjiswa ngesibatha,+ banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele,+ xa libawela ngequbuliso.+
14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+