1 Kumkani 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda. 1 Korinte 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ningalahlekiswa. Unxulumano olubi lonakalisa imikhwa elungileyo.+ 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+