Duteronomi 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ze kungesuki kuwe ngqina linye ngenxa yayo nasiphi na isiphoso okanye nasiphi na isono somntu,+ nokuba sisiphi na isono asenzileyo. Lifanele ilizwi limiswe ngomlomo wamangqina amabini okanye ngomlomo wamangqina amathathu.+ IMizekeliso 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuba umsindo wendoda eyomeleleyo likhwele,+ yaye ayiyi kubonisa mfesane ngomhla wempindezelo.+ IMizekeliso 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Apho umlawuli anikela ingqalelo kwintetho yobuxoki, bonke abo bamnyamekelayo baya kuba ngabangendawo.+
15 “Ze kungesuki kuwe ngqina linye ngenxa yayo nasiphi na isiphoso okanye nasiphi na isono somntu,+ nokuba sisiphi na isono asenzileyo. Lifanele ilizwi limiswe ngomlomo wamangqina amabini okanye ngomlomo wamangqina amathathu.+
12 Apho umlawuli anikela ingqalelo kwintetho yobuxoki, bonke abo bamnyamekelayo baya kuba ngabangendawo.+