INtshumayeli 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko bubagcina bephila abo banabo.+ IZililo 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bonke abantu bayo bayancwina; bafuna isonka.+Banikele izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yento edliwayo, ukuze bahlaziye umphefumlo.+Khawubone, Yehova, ukhangele, kuba ndibe njengomfazi ongenaxabiso.+
12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko bubagcina bephila abo banabo.+
11 Bonke abantu bayo bayancwina; bafuna isonka.+Banikele izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yento edliwayo, ukuze bahlaziye umphefumlo.+Khawubone, Yehova, ukhangele, kuba ndibe njengomfazi ongenaxabiso.+