Genesis 27:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+ Levitikus 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso. IMizekeliso 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ingqiqo yomntu ngokuqinisekileyo imenza azeke kade umsindo,+ yaye kuyinto entle kuye ukukubetha ngoyaba ukunxaxha.+ IMizekeliso 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Abangendawo bayasaba kungekho ubasukelayo,+ kodwa amalungisa anjengengonyama entsha enentembelo.+
41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+
17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.
11 Ingqiqo yomntu ngokuqinisekileyo imenza azeke kade umsindo,+ yaye kuyinto entle kuye ukukubetha ngoyaba ukunxaxha.+