Eksodus 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+ Eksodus 40:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+ Isaya 63:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+
21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+
34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+
9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+