1 Kumkani 8:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Kuba wena ngokwakho wabahlula njengelifa lakho kuzo zonke izizwana zomhlaba,+ kanye njengoko wathethayo ngoMoses+ umkhonzi wakho xa wawukhupha ookhokho bethu eYiputa, Owu Nkosi enguMongami Yehova.” INdumiso 135:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uYa uzinyulele uYakobi kanye,+USirayeli ukuba abe yinqobo kuye.+
53 Kuba wena ngokwakho wabahlula njengelifa lakho kuzo zonke izizwana zomhlaba,+ kanye njengoko wathethayo ngoMoses+ umkhonzi wakho xa wawukhupha ookhokho bethu eYiputa, Owu Nkosi enguMongami Yehova.”