Duteronomi 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+ Duteronomi 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwenzeka njani na ukuba emnye kubo asukele iwaka,Ababini benze amawaka alishumi asabe?+Bekungenakwenzeka ngaphandle kokuba iLiwa labo lizithengisile+Waza uYehova wazinikela kubo. Yoshuwa 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+ ABagwebi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Waza wawahlula amadoda angamakhulu amathathu angamabutho amathathu wabeka izigodlo+ ezandleni zawo onke neengqayi ezinkulu ezingenanto, nezikhuni zomlilo ngaphakathi kweengqayi ezinkulu. ABagwebi 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+ 1 Kronike 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi,+ wayeyintloko yamathathu; yaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu awayebulewe, yaye naye wayedume njengabo bathathu.
7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+
30 Kwenzeka njani na ukuba emnye kubo asukele iwaka,Ababini benze amawaka alishumi asabe?+Bekungenakwenzeka ngaphandle kokuba iLiwa labo lizithengisile+Waza uYehova wazinikela kubo.
10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+
16 Waza wawahlula amadoda angamakhulu amathathu angamabutho amathathu wabeka izigodlo+ ezandleni zawo onke neengqayi ezinkulu ezingenanto, nezikhuni zomlilo ngaphakathi kweengqayi ezinkulu.
15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+
20 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi,+ wayeyintloko yamathathu; yaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu awayebulewe, yaye naye wayedume njengabo bathathu.