-
1 Samuweli 1:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 Wahlabela mgama wenza isibhambathiso+ wathi: “Owu Yehova wemikhosi, ukuba nakanjani na uthe wayikhangela inkxwaleko yekhobokazana lakho+ waza okunene wandikhumbula,+ ungalilibali ikhobokazana lakho uze okunene ulinike ikhobokazana lakho inzala eyinkwenkwe, ndiza kuyinikela kuYehova yonke imihla yobomi bayo, nencakuba ayiyi kufika entlokweni yayo.”+
-
-
INdumiso 66:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 Ndiya kuza endlwini yakho neminikelo etshiswa kuphele;+
Ndiya kuzifezekisa kuwe izibhambathiso zam+
-
IZenzo 21:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
23 Ngoko ke yenza oku sikuxelela kona: Sinamadoda amane anesibhambathiso kuwo.
-
-
-