Eksodus 30:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wahlabela mgama wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele ubulawu:+ amafutha estorakisi neonika negalebhana yobulawu nentlaka yokuqhumisa esulungekileyo.+ Mazibe yimilinganiselo elinganayo. Eksodus 30:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Woyiguba inxalenye yawo ibe ngumgubo ocolekileyo uze uyibeke phambi kweSingqino ententeni yokuhlangana,+ apho ndiya kuhlangana nawe khona.+ Yoba yeyona ingcwele kuni. IZenzo 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayondela waza, esothuka, wathi: “Yintoni na, Nkosi?” Yathi kuye: “Imithandazo yakho+ nezipho zenceba zinyuke njengesikhumbuzo phambi koThixo.+ ISityhilelo 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele. ISityhilelo 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.
34 Wahlabela mgama wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele ubulawu:+ amafutha estorakisi neonika negalebhana yobulawu nentlaka yokuqhumisa esulungekileyo.+ Mazibe yimilinganiselo elinganayo.
36 Woyiguba inxalenye yawo ibe ngumgubo ocolekileyo uze uyibeke phambi kweSingqino ententeni yokuhlangana,+ apho ndiya kuhlangana nawe khona.+ Yoba yeyona ingcwele kuni.
4 Wayondela waza, esothuka, wathi: “Yintoni na, Nkosi?” Yathi kuye: “Imithandazo yakho+ nezipho zenceba zinyuke njengesikhumbuzo phambi koThixo.+
8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele.
3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.