Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ Duteronomi 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni nafika kule ndawo, waza waphuma uSihon ukumkani waseHeshbhon+ no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, basihlangabeza edabini, kodwa saboyisa.+ ABagwebi 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
7 Ekugqibeleni nafika kule ndawo, waza waphuma uSihon ukumkani waseHeshbhon+ no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, basihlangabeza edabini, kodwa saboyisa.+
20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+