Numeri 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, nceda uze; ndiqalekisele+ esi sizwana, kuba sinamandla kunam. Mhlawumbi ndingakwazi ukusixabela ndize ndisigxothe kweli lizwe; ngokuba ndazi kakuhle ukuba omsikelelayo usikelelwe nomqalekisayo uqalekisiwe.”+ Numeri 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke wathetha ngomzekeliso+ wathi: “UBhalaki ukumkani wakwaMowabhi undithabathe kwa-Aram,+Ezintabeni zasempuma esithi:‘Yiza, undiqalekisele uYakobi.Ewe, yiza, uqalekise uSirayeli.’+ Numeri 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi uBhalaki kuBhileham: “Yintoni le undenza yona? Ndikuthabathele ukuba uzishwabulele iintshaba zam, naku wena uzisikelela ngokupheleleyo.”+ Numeri 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu.
6 Ngoko ke, nceda uze; ndiqalekisele+ esi sizwana, kuba sinamandla kunam. Mhlawumbi ndingakwazi ukusixabela ndize ndisigxothe kweli lizwe; ngokuba ndazi kakuhle ukuba omsikelelayo usikelelwe nomqalekisayo uqalekisiwe.”+
7 Wandula ke wathetha ngomzekeliso+ wathi: “UBhalaki ukumkani wakwaMowabhi undithabathe kwa-Aram,+Ezintabeni zasempuma esithi:‘Yiza, undiqalekisele uYakobi.Ewe, yiza, uqalekise uSirayeli.’+
11 Wathi uBhalaki kuBhileham: “Yintoni le undenza yona? Ndikuthabathele ukuba uzishwabulele iintshaba zam, naku wena uzisikelela ngokupheleleyo.”+
10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu.