Numeri 22:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndicela uze, undiqalekisele aba bantu,+ kuba banamandla kunam. Mhlawumbi ndingaboyisa ndize ndibagxothe kweli lizwe, kuba ndazi kakuhle ukuba umntu omsikelelayo uyasikelelwa, nomntu omqalekisayo uyaqalekiswa.”
6 Ndicela uze, undiqalekisele aba bantu,+ kuba banamandla kunam. Mhlawumbi ndingaboyisa ndize ndibagxothe kweli lizwe, kuba ndazi kakuhle ukuba umntu omsikelelayo uyasikelelwa, nomntu omqalekisayo uyaqalekiswa.”