Duteronomi 25:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngokuba uyacekiseka kuYehova uThixo wakho wonk’ ubani ozenzayo ezi zinto, wonk’ umenzi wokungekho sikweni.+ Yobhi 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke, nina madoda aneentliziyo,+ ndiphulaphuleni.Makube lee kuTHIXO oyinyaniso ukwenza ngobungendawo,+NakuSomandla ukwenza ngokungekho sikweni!+ Roma 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, ukuba intswela-bulungisa yethu ibalaselisa ubulungisa bukaThixo,+ siya kuthini na? UThixo akanguye ongekho sikweni+ xa ebonakalisa ingqumbo yakhe, akunjalo? (ndithetha ngokomntu.)+
16 Ngokuba uyacekiseka kuYehova uThixo wakho wonk’ ubani ozenzayo ezi zinto, wonk’ umenzi wokungekho sikweni.+
10 Ngoko ke, nina madoda aneentliziyo,+ ndiphulaphuleni.Makube lee kuTHIXO oyinyaniso ukwenza ngobungendawo,+NakuSomandla ukwenza ngokungekho sikweni!+
5 Noko ke, ukuba intswela-bulungisa yethu ibalaselisa ubulungisa bukaThixo,+ siya kuthini na? UThixo akanguye ongekho sikweni+ xa ebonakalisa ingqumbo yakhe, akunjalo? (ndithetha ngokomntu.)+