Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ Roma 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Sithini na, ke ngoko? Ngaba kukho okungekho sikweni kuThixo?+ Nakanye! Hebhere 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.