Eksodus 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+ Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ Duteronomi 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 akuphakamise yena ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo,+ udunyiswe, udume ube nendili, ube sisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho,+ kanye njengoko wathembisayo.”
16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
19 akuphakamise yena ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo,+ udunyiswe, udume ube nendili, ube sisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho,+ kanye njengoko wathembisayo.”