Numeri 27:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye uze ummise phambi koEleyazare umbingeleli naphambi kwendibano yonke, ummisele phambi kwamehlo abo.+ Duteronomi 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.) Duteronomi 31:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UMoses wambiza ke uYoshuwa waza wathi kuye phambi kwamehlo kaSirayeli wonke: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kungenisa esi sizwana kulo ilizwe awafungayo uYehova kookhokho bakho ukuba wobanika lona, yaye nguwe oya kubadlisa ilifa lalo.+
19 yaye uze ummise phambi koEleyazare umbingeleli naphambi kwendibano yonke, ummisele phambi kwamehlo abo.+
38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.)
7 UMoses wambiza ke uYoshuwa waza wathi kuye phambi kwamehlo kaSirayeli wonke: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kungenisa esi sizwana kulo ilizwe awafungayo uYehova kookhokho bakho ukuba wobanika lona, yaye nguwe oya kubadlisa ilifa lalo.+