Eksodus 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, uhlale khona, ndothi ke ndikunike amacwecwe amatye nomthetho kwanomyalelo endowubhalela ukuze bafundiswe ngayo.”+ Eksodus 31:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akugqiba ukuthetha naye eNtabeni yeSinayi wamnika uMoses amacwecwe amabini eSingqino,+ amacwecwe amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo.+ Duteronomi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+
12 Wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, uhlale khona, ndothi ke ndikunike amacwecwe amatye nomthetho kwanomyalelo endowubhalela ukuze bafundiswe ngayo.”+
18 Akugqiba ukuthetha naye eNtabeni yeSinayi wamnika uMoses amacwecwe amabini eSingqino,+ amacwecwe amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo.+
13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+