Duteronomi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu.+ Nifanele nimve omncinane njengomkhulu.+ Nize ningothuswa mntu,+ ngokuba umgwebo ngokaThixo;+ ityala elininzimeleyo nize nilizise kum, ndilive.’+ IMizekeliso 24:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nala amazwi ngawezilumko:+ Ukukhetha ubuso ekugwebeni akulunganga.+ IZenzo 10:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngako oko uPetros wawuvula umlomo wakhe waza wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyaqonda ukuba uThixo akakhethi buso,+
17 Nize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu.+ Nifanele nimve omncinane njengomkhulu.+ Nize ningothuswa mntu,+ ngokuba umgwebo ngokaThixo;+ ityala elininzimeleyo nize nilizise kum, ndilive.’+
34 Ngako oko uPetros wawuvula umlomo wakhe waza wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyaqonda ukuba uThixo akakhethi buso,+