Levitikus 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho. Duteronomi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu.+ Nifanele nimve omncinane njengomkhulu.+ Nize ningothuswa mntu,+ ngokuba umgwebo ngokaThixo;+ ityala elininzimeleyo nize nilizise kum, ndilive.’+ Duteronomi 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa. 2 Kronike 19:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+ 1 Timoti 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu+ neengelosi ezinyuliweyo ukuba uzigcine ezi zinto, ungaqali ugwebe, ungabi namkhethe.+ Yakobi 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 aniyi kuba niyacalulana na kwanodwa,+ nizenza abagwebi+ abenza izigqibo ezingendawo?+ 1 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+
15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho.
17 Nize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu.+ Nifanele nimve omncinane njengomkhulu.+ Nize ningothuswa mntu,+ ngokuba umgwebo ngokaThixo;+ ityala elininzimeleyo nize nilizise kum, ndilive.’+
19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.
7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+
21 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu+ neengelosi ezinyuliweyo ukuba uzigcine ezi zinto, ungaqali ugwebe, ungabi namkhethe.+
17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+