Eksodus 33:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi: “Mna ngenkqu ndiya kuhamba nawe,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika ukuphumla.”+ Yoshuwa 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Likhumbuleni ilizwi awaniyalela ngalo+ uMoses umkhonzi kaYehova, esithi, ‘UYehova uThixo wenu uniphumzile, waninika eli lizwe. Yoshuwa 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+ Yoshuwa 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku uYehova uThixo wenu ubanike ukuphumla abazalwana benu, kanye njengoko wayethembisile kubo.+ Ke kaloku jikani niye ezintenteni zenu kwilizwe lelifa lenu, elo uMoses umkhonzi kaYehova waninika lona ngaphesheya kweYordan.+ IMizekeliso 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+
13 “Likhumbuleni ilizwi awaniyalela ngalo+ uMoses umkhonzi kaYehova, esithi, ‘UYehova uThixo wenu uniphumzile, waninika eli lizwe.
23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+
4 Ke kaloku uYehova uThixo wenu ubanike ukuphumla abazalwana benu, kanye njengoko wayethembisile kubo.+ Ke kaloku jikani niye ezintenteni zenu kwilizwe lelifa lenu, elo uMoses umkhonzi kaYehova waninika lona ngaphesheya kweYordan.+