ABagwebi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+ ABagwebi 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 nam andiyi kugxotha kwakhona phambi kwabo nalunye lwezo ntlanga uYoshuwa awazishiyayo ukufa kwakhe,+ ABagwebi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabathengisa+ kwisandla sikaKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya;+ yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.
3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+
21 nam andiyi kugxotha kwakhona phambi kwabo nalunye lwezo ntlanga uYoshuwa awazishiyayo ukufa kwakhe,+
8 Ngenxa yoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabathengisa+ kwisandla sikaKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya;+ yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.