Eksodus 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+ Eksodus 34:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Zilinde ukuba ungenzi mnqophiso nabemi belo zwe uya kulo,+ hleze ube ngumgibe phakathi kwakho.+ Duteronomi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+ 1 Kumkani 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda. INdumiso 78:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+ INdumiso 106:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Bakhonza izithixo zazo,+Zona ke ezi zaba ngumgibe kubo.+
33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+
16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+
2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda.
58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+